IMALI
IMALI Ngumfuziselo wesonoAtsh’amagqobhok’ ukukutyibekaKodw’ixabiso lakho lingaphaya kokuqondaWonk’ubani ufunisela ngaweAbaninzi bangaphaya kwemidaInjongw’inye liqhosha lentunjaNeemvek’ezisebeleni zifund’ukuthetha ngaweUyintandokazi yehlabathiUmlisela nomthinjaneIinkonde kwananjaloKuyafuniselwa ngaweNothe wangcamla kwawakhw’amanziUphik’om’ath’akazang’akuboneKamb’uninzi lusemangcwabeniZaatenx’izimiloBamb’i bakreq’endlaleniBekhangel’ezinqunqay’iindlelaAbazali bashiy’iintsaphoBaselubhacweniIintsana zitshw’izijwiliEgameni… Read More »IMALI